← Kembali
🎵

Ndikuthembis' Uthando

Album: Jaziel Brothers Durasi: 4:01

Lets take slow, slow

Ndijongile ndakhangela

izinto zinintsi, abantu banintsi.

kodwa andimfumana okungatshuba (ndizokuthanda kanjani)

kodwa angimtholi okungatshuba (ndizkufuna kanjani)

Ndizokuthembisa uthando mina(noma bethi alukho)

Ndizokuthembisa ukuphatha kahle (noma besithi izinto azisekho)

Come lets make it work, (work)

Lets take it slow, (slow)

Come lets make it work (work)

Lets take it slow (slow)